- Title
- Uphengululo lobunzululwazi-lwimi ngokweembono zale mihla kuhlalutyo ngokwesithako sosetyenziso-lwimi Bunzululwazi sakhono kuxatyangelwa ngeengcingampefumlelwano Zika-Karl Marx
- Creator
- Tsako, Mbuzeli Betroot
- Subject
- Marx, Karl, -- 1818-1883
- Subject
- Xhosa literature -- History and criticism Linguistics -- Research Language and languages -- Philosophy
- Date Issued
- 2017
- Date
- 2017
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/21406
- Identifier
- vital:29512
- Description
- Olu phando lujolise ekudandalaziseni ingcingane ka-Karl Marx ebizwa ngokuba yi-Marxism, nasekubetheleleni ingcamango yokuba amagama, imixholo nemiqondiso eyalekeneyo, oko kubangela ukuba iteksi ebhaliweyo ingabinantsingiselo inye ekunokuthiwa yeyona ichanekileyo. Luza kwenziwa kuqanyelwe ngale ngcingane ye-Marxism ukubhentsisa le mixholo, imiqondiso, nemixholwana neentsingiselo eziqulethwe yiyo. Uphando olu luza kwenziwa kwinoveli ezimbini ezichongiweyo zikaSaule ezizezi: Ukhozi Olumaphiko, no- Umlimandlela. Akuzi kuthelekiswa ntoni kwezi noveli koko kuza kuqwalaselwa ubuchule bombhali kuchongo magama nemiqondiso, nase kuwasebenziseni ngobuchule ukubhentsisa iintsingiselo, imixholo nemixholwana eyahlukeneyo. Umba wale mixholo, iintsingiselo awuzi kuphononongwa uwodwa koko kuza kuxoxwa ngawo uzalanisa amasolotya oncawadi anje ngophuhliso-zimo zabalinganiswa; impixano; ukudalwa koxhalabiso; ukulobolelana kwemixholo nemixholwana; intshukumo; ingxoxo; isantya; ubuzaza besimo sentlalo kwakunye nonikano-sithuba lweziganeko. Isiphumo solu phando siza kuba kukungqinelana kwemixholo nemixholwana, neentsingiselo eziqulethwe zezi noveli nale ngcingane ka- Karl Marx.
- Format
- 133 leaves
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- English
- Rights
- Nelson Mandela University
- Hits: 1061
- Visitors: 1589
- Downloads: 767
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | Uphengululo lobunzululwazi-lwimi ngokweembono zale mihla kuhlalutyo ngokwesithako sosetyenziso-lwimi Bunzululwazi sakhono kuxatyangelwa ngeengcingampefumlelwano Zika-Karl Marx | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |