- Title
- An investigation into the translation of Isixhosa kinship lexical items into English
- Creator
- Majikija, Sandisiwe
- Subject
- Sociolinguistics
- Subject
- Communication -- Language Xhosa (African people) -- Kinship -- Language Lexicology -- Kinship
- Date Issued
- 2018
- Date
- 2018
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/22607
- Identifier
- vital:30024
- Description
- This study investigates the problem of non- equivalence in the translation of IsiXhosa kinship lexical items or concepts into English. Venuti (2012:5) says translation can be seen as ‘a set of changing relationships between the relative autonomy of the translated text…and…equivalence and function.’ Equivalence, of which non- equivalence is the antithesis, includes “accuracy,’ adequacy,’ ‘correctness,’ ‘correspondence,’ or ‘identity’. A variable notion, it indicates how translation is connected to the source text. A break in that connection results in non-equivalence. Therein lies the problem. The current study examines these notions, among other things, as they apply to the translation of isiXhosa kinship lexical items into English. As Venuti (2010) points out translation rests on particular assumptions about language use. These assumptions draw on two particular, emerging theories or approaches namely, the ‘instrumental and the hermeneutic’ as will be discussed. Isicatshulwa Olu phando lumalunga nengxaki yokungafani kwentsingiselo yamagama okanye ingqikelelo xa kuguqulelwa esiNgesini amagama okuzalana esiXhoseni. UVenuti (2012:5) uthi inguqulo ingajongwa njengokujika konxulumano oluguqukayo phakathi kokungaxhomekeki kwesiqendwana esiguqulwayo nonxulumano. Unxulumano oluphikisana nokunganxulumani, lubandakanya ‘ukuchaneka,’ ‘ukufanela,’ ‘ukulunga,’ ukungqinelana,’ okanye ‘ukufana twatse.’ Le ngcingane iguquguqukayo ibonisa indlela inguqulo ihambelana ngayo nesiqendwana esiguqulwayo. Xa oko kuhambelana kuthe kwangabikho, loo nto izala ukunganxulumani. Ilapho ke ingxaki. Olu phando luphonononga ezi ngcingane, phakathi kwezinye zezinto, njengoko zisebenza kwinguqulelo esiNgesini kwamagama okuzalana esiXhoseni. Njengoko uVenuti (2010) abonisayo, inguqulo ingqiyame ngeengcinga ezithile ezimbini malunga nokusetyenziswa kolwimi. Ezi ngcinga ziphenjelelwa ziinkcazo eziziingcingane ezithile zamva nje. Zibizwa ‘i-instrumental,’ ‘ne- hermeneutic,’ njengoko uphando olu luza kuxoxa ngazo.
- Format
- 118 leaves
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- English
- Rights
- Nelson Mandela University
- Hits: 1756
- Visitors: 4720
- Downloads: 4121
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | An investigation into the translation of Isixhosa kinship lexical items into English | 650 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |