- Title
- Ukuphononongwa kwezaphuli-mthetho nokuzalana kwemixholo yenkangeleko kwincwadi ka L. K. Siwisa "Izimanga zalo mhlaba"
- Creator
- Melane, Amanda Boniswa
- Subject
- Siwisa, L. K. -- Criticism and interpretation
- Subject
- Siwisa, L. K. Izimanga zalo mhlaba
- Subject
- Xhosa fiction -- History and criticism
- Date Issued
- 2006
- Date
- 2006
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- vital:8471
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/564
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/d1011677
- Identifier
- Siwisa, L. K. -- Criticism and interpretation
- Identifier
- Siwisa, L. K. Izimanga zalo mhlaba
- Identifier
- Xhosa fiction -- History and criticism
- Description
- Ubundlobongela buxhaphake okweentwala kubaThembu. Zininzi iindidi zobundlobongela ezithi ziqhubekeke apha ekuhlaleni. Abantu abathi bazibandakanye nobundlobongela, baphembelelwa ziimeko ezithile. Iimeko ezifana nokunqaba kwemisebenzi, izinga elinyukileyo lokusetyenziswa kweziyobisi nendlela athi umntu othile akhule ngayo. Ukuba ubani othile ukhule ngobusela, naye ulandela emkhondweni kanye abe lisela elibalaseleyo. Kwincwadi kaL. K. Siwisa ethi, “Izimanga zalomhlaba” kubhaqeka oku kulandelayo: Umntwana okhule ekhayeni lakhe kuetyenziswa iziyobisi naye wenza njalo akuba mkhulu. Imali eza ngobuqhinga nokuphela kwayo kuba lula. Ungumntu ebomini kufuneka utye ukubila kwebunzi lakho, uyeke ukufuna ukuvuna kodwa ungakhange ulime. Umntu kaloku uvuna loo nto athe wayilima. Apha ebomini zimisele ukwenza ubutyebi nelifa ngeli xesha usadla amazimba ukuze uphumelele. Xa ungumntu zimisele ukwanela, kule ndawo uMdali akubeke kuyo. Akufuneki ube ngumntu onentliziyo ende, unikwe isandla, wena ufune isandla kunye nengalo. Yonke le mikhwa ikukhokelela ekubeni ekugqibeleni wenze ubundlobongela. Ubundlobongela ke abubhatali koko busingisela kwantshabalala. Kula mabalana iyangqineka ngokuthi abonise iziphumo zobundlobongela ezifana nokuphulukana nobomi, ukuphelelwa zizinto zakho obunazo ngenxa yamaqhinga nobusela nokuphelela entolongweni. Kobu bundlobongela kukholisa ukubakho amaxhoba. Ngelishwa uninzi lwawo iba ngamabhinqa nabantwana.
- Format
- vi, 59 leaves ; 30 cm
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- Xhosa
- Rights
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Hits: 4372
- Visitors: 5416
- Downloads: 1663
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCEPDF | 200 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |