Indima edlalwa ngumdlalo okhethiweyo wesixhosa kumabonakude ekuphuhliseni nasekulondolozeni Isixhosa
- Authors: Ntshwanti, Awodwa
- Date: 2025-04
- Subjects: Television programs -- South Africa , Language obsolescence -- South Africa , Xhosa language -- South Africa
- Language: Xhosa
- Type: Master's theses , text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/72476 , vital:79228
- Description: Kule nkulungwane yamashumi amabini ananye sele kuthenjelwe kwizixhobo ezithile ezifana noomabonakude, iincwadi noonomathotholo njengezona zixhobo zokulondoloza ulwimi lungafi. Kwakhona ukufundwa kweencwadi sele kudodobala ngamandla kuba abantu bachitha ixesha elide bebukele amabalana kwimiboniso bhanyabhanya efana noomabonakude. Esi simo senza ukufundwa kweencwadi kungathathelwa ngqalelo ingako. Ababhali beencwadi bebesenza ngako konke okusemandleni abo ukugcina iilwimi zikumgangatho onguwo. Ngoku umabonakude ngoyena udlala indima enkulu kulwimi kuba indlela abadlali abasebenzisa ngayo ulwimi kwiinkqubo zabo ithi ibe nefuthe elimandla ekusetyenzisweni kolo lwimi lwaloo mdlali ngababukeli abamthandayo. Ukuba umdlali usebenzisa izinto ezithile ukuhombisa iintetha zakhe, loo nto ingenza ukuba ababukeli basebenzise ezo zinto nabo. Ezi nkqubo zikamabonakude zithi zibe nefuthe elimandla ekusetyenzisweni kolwimi. Olu phando lukhangela ukuba yeyiphi indima edlalwa ngumdlalo okhethiweyo wesiXhosa kumabonakude ekuphuhliseni nasekulondolozeni isiXhosa xa kujongwa ulwimi olusetyenziswayo, iindlela zokuthetha kwakunye nemiba echaphazela inkcubeko. Kwiziphumo uphando lufumanise ukuba umdlalo okhethiweyo awenzi ngokwaneleyo ukuphuhlisa nokulondoloza isiXhosa. Uphando luqhutywe kusetyenziswa indlela yophando eluhlahlelo hlobo. , Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of Language, Media and Communication, 2025
- Full Text:
- Date Issued: 2025-04

- Subjects: Endangered languages -- South Africa , Language obsolescence -- South Africa , Mass media and language -- South Africa
- Language: Isixhosa
- Type: Master's theses , text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/72469 , vital:79230

- «
- ‹
- 1
- ›
- »