Uphononongo lwesimo sabalinganiswa ngokwepragmatiki kwiincwadi ezikhethiweyo zesiXhosa
- Msizi, Nontsikelelo Jeanette
- Authors: Msizi, Nontsikelelo Jeanette
- Date: 2017
- Subjects: Xhosa literature Pragmatics , Characters and characteristics in literature
- Language: English
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/19641 , vital:28921
- Description: Lo msebenzi uza kujonga unxibelelwano oluthi lwenzeke phakathi kwabalinganiswa abakwiincwadi zesixhosa kusetyenziswa ithiyori yonxibelelwano kujongwe ekubonisweni isimo sabalinganiswa ngokwepragmatiki kwincwadi ezimbini zesixhosa, u"Ndixoleleni" ebhalwe ngu W.N Mbovane kwakunye nethi "Buzani kuBawo" ebhalwe ngu W.K Tamsanqa. Kukholeleka ukuba amaxesha amaninzi abantu abathetha ulwimi olunye bayakwazi ukunxibelelana kodwa bangavani ngenxa yokutyeba kwentsingiselo yentetha. Ipragmatiki yona ithi ijonge umgaqo wolwimi kwindlela abathethi bolwimi abaphumeza ngayo iincoko zabo ukuze zibe nentsingiselo efanekileyo neyamkelekileyo kubo. Unxibelelwano ludlala indima ebalulekileyo kwizinto esizenzayo nasekuziphatheni kwethu kuba ubani angaziphatha ngokwendlela axelelwa ngayo okanye ayibone komnye umntu. Ingcangane yonxibelelwano ijonge nendlela ethi umyalezo, namazwi omntu athi aveze intsingiselo xa kuthethwa ngabantu. le ngcingane ikwasebenzisa iimpawu nentsingiselo uykugqithisa umyalezo.
- Full Text:
- Date Issued: 2017

Curcumin analogues as ligands for Re (I) and (V)
- Authors: Schmitt, Bonell
- Date: 2012
- Subjects: Rhenium , Ligands , Chemistry, Inorganic
- Language: English
- Type: Thesis , Masters , MSc
- Identifier: vital:10443 , http://hdl.handle.net/10948/d1020975
- Description: Coordination properties of 4-bromo-N-(diethylcarbamothioyl)benzamide (Hbeb) and 4-bromo-N-(diphenylcarbamothioyl)benzamide (Hbpb) with oxorhenium(V) and rhenium(I) are reported and discussed. Transition metal complexes of these ligands were studied due to the wide range of applications of thiourea derivatives in biological fields. N-[Di(alkyl/aryl)carbamothioyl]benzamide derivatives readily coordinate to metal ions as O,S-donors and the catalytic property of the complexes can be altered by these ligands, due to steric and electronic properties provided by various substituents. The coordination possibilities of curcumin with rhenium(V) are discussed, as well as the difficulties encountered. Analogues of curcumin have been made, which also contains a seven-spacer unit between the phenyl rings, which would be more reactive and more effective in bonding to rhenium and which have greater or a similar biological activity to curcumin. This was done by assessing the coordination properties of 1,5-bis(salicylidene)thiocarbohydrazide (H4salt) and 2,4-bis(vanilidene)thiocarbohydrazide (H4vant) with oxorhenium(V) and rhenium(I) starting materials. Two rhenium(V) complex salts of the core [ReX(PPh3)2]4+ (X = Br, I), containing a coordinated imido nitrogen, are reported. One is a ‘2+1’ complex, coordinating bi- and monodentately, with the other a similar ‘3+0’ complex containing a tridentate imido-coordinated Schiff base. Selected compounds were tested against oesophageal cancer cell lines in order to evaluate and compare their effectiveness in eliminating or reducing the cancer cells in the test medium during biological testing.
- Full Text:
- Date Issued: 2012

- «
- ‹
- 1
- ›
- »