- Title
- Uphononongo nzulu lokusetyenziswa kolwimi olucengayo ngabalinganiswa kwincwadi ka Z.S. Qangule ethi, "Amaza" neka A.M. Mmango ethi, "Udike noCikizwa"
- Creator
- Notshe, Lwandlekazi
- Subject
- Xhosa drama
- Subject
- Figures of speech
- Subject
- Persuasion (Psychology) in literature
- Date Issued
- 2011
- Date
- 2011
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- vital:8476
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/d1012684
- Identifier
- Xhosa drama
- Identifier
- Figures of speech
- Identifier
- Persuasion (Psychology) in literature
- Description
- Olu phando luza kuphendla ubugcisa bokusetyenziswa kwezicengo ekutshintsheni izimvo, iinkolo nokuziphatha kwabantu. Kuza kugxilwa kakhulu kwiinjongo noxinzelelo lwazo kuba zingunozala wezicengo. Kuza kugocwagocwa ‘Amaza’ kaQangule kwakunye no ‘UDike noCikizwa’ kaMmango. Apha kwezi ncwadi kuza kuhlutywa ukuba ulwimi olucengayo luyasetyenziswa ngabantu abantetho isisiXhosa, nokuba imingangatho eyinqobo (values), inkcubeko, nengqeqesho (socialization) zidlala indima enkulu kulwimi olucengayo. Isahluko sokuqala salo msebenzi siza kunika amagqabantshintshi ngolu phando. Esi sahluko siqulathe: Intshayelelo; Iingxaki zophando; Iinjongo zophando; Ukubaluleka kolu phando; Okusele kubhaliwe ngezicengo; Ingcaciso magama. Isahluko sesibini siqulathe iingcingane zolwimi olucengayo, abasunguli bazo, nemisebenzi yabo. Isahluko sesithathu siqwalasele ukusetyenziswa kwezicengo kwiincwadi ezichongiweyo. Isahluko sesine sijonge ubugcisa bokusetyenziswa kolwimi olucengayo kwizihlobo nakwiintsapho. Kwalapha, kujongwe nokusetyenziswa kolwimi oluchubekileyo ngamadoda nabafazi, igunya, umyalezo ocalanye kwakunye nokunikezela. Isahluko sesihlanu nesisesokugqibela – sishwankathela iziphumo zophando kukwanikwa neengcebiso.
- Format
- v, 162 leaves
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- Xhosa
- Rights
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Hits: 6557
- Visitors: 7919
- Downloads: 2392
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCEPDF | 537 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |