- Title
- Environmental governance, agency and multi-actor dynamics in Southern Africa
- Creator
- Falayi, Menelisi
- Subject
- Environmental law South Africa
- Subject
- Environmental law Zimbabwe
- Subject
- Natural resources Management
- Subject
- Conservation of natural resources South Africa Eastern Cape
- Subject
- Natural resources Co-management South Africa Eastern Cape
- Subject
- Range policy South Africa Eastern Cape
- Subject
- Range management South Africa Eastern Cape
- Subject
- Forest reserves Law and legislation Zimbabwe
- Subject
- Agent (Philosophy)
- Date Issued
- 2022-04-08
- Date
- 2022-04-08
- Type
- Doctoral thesis
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/232355
- Identifier
- vital:49984
- Identifier
- DOI 10.21504/10962/232355
- Description
- Natural resources have, since the beginning of time, played a central role in supporting human wellbeing. In southern Africa resource consumption has drastically increased over the past 50 years, resulting in biodiversity loss and land degradation. To reduce land degradation and biodiversity loss rates in the region, great emphasis has been placed on building effective governance structures that can deliver environmentally and socially sustainable outcomes. However, environmental governance continues to be a major challenge in the management and conservation of natural resources in the region. Thus, there is renewed scientific and policy interest in strengthening the capacity of governance systems. This thesis is timely; there is an increasing desire by policymakers and land users in the region to develop governance options that enhance multi-actor participation and collaboration. Therefore, this thesis explores the dynamics that influence the capacity of natural resource governance systems in southern Africa, predominately in Machubeni, South Africa (chapters 3 and 4) and in State forests in Zimbabwe (chapter 5). To achieve this aim, four stand-alone manuscripts that answer the following questions are included: 1. How have governance challenges manifested in natural resource management between 2010 and 2020 in southern Africa? 2. How were the governance objectives and attributes applied per historical period and what were the influencing drivers? a. What key drivers influenced rangeland condition over time in Machubeni? 3. How have multi-actor ties changed since the external investment in landscape governance and management in Machubeni, South Africa? 4. What role has agency played in the effectiveness of co-management initiatives in southern Africa? To answer the questions, I applied Bennett and Satterfield’s practical framework for understanding the objectives, attributes and elements of governance and Archer’s ii morphogenetic framework. The study employed a mixed-methods approach which included a scoping review methodology (chapter 2), household surveys, historical records, life history interviews, focus group discussions (chapters 3 and 4), social network analysis (chapter 4) and secondary data analysis (chapter 5). Results from the scoping review (chapter 2) show that research on governance challenges has not increased since 2010. Results suggest that governance challenges related to the maintenance of system integrity and functioning, specifically lack of coordination, accountability, skills, and resources to define effective natural resource management, were the most reported in the literature. Chapter 3 elucidates the importance of history in evaluating the application of governance objectives and rangeland condition in resource-poor areas. The results show that the residual impacts of the ‘ghost of environmental history’ still influence governance dynamics in Machubeni, South Africa. Furthermore, contemporary challenges are linked to history. Chapter 4 shows that transformative spaces enhance collaboration and knowledge sharing between land users, government, and researchers. Finally, chapter 5 employs the morphogenetic framework to assess how agency (the capacity of people and organisations to make choices and decisions about their lives) influenced the effectiveness of co-management initiatives in southern Africa. The results suggest that in attempts to shift governance towards greater effectiveness, more attention should be paid to building individual and group agency. Based on the results from the empirical chapters, the study identified three key focus areas that require more attention in order to build effective landscape governance and management in southern Africa:(i) acknowledging the role of historical legacies and context,(ii) building and developing agency, capacity and trust amongst actors and (iii) the development of sustainable landscape financing mechanisms that will enable governance systems to deliver socially and environmentally sustainable outcomes.
- Description
- Ubutyebi bendalo buqhubekile budlala indima ebalulekileyo ekuxhaseni impilo-ntle yoluntu. Ngenxa yokubaluleka kobutyebi bendalo kubomi babantu, ukusetyenziswa kobutyebi kuye kwanda kakhulu kule minyaka eyi-50 idlulileyo, okubangela ulahleko lweentlobo-ntlobo yezityalo nezilwanyana eziphilayo kunye nokhukhuliseko komhlaba kumazantsi e-Afrika. Ukunciphisa ukhukhuliseko komhlaba kunye namazinga alahleko eentlobo-ntlobo zezityalo nezilwanyana eziphilayo kummandla, ugxininiso olukhulu luye lwabekwa ekwakhiweni kweziseko zolawulo ezisebenzayo ezinokuzisa iziphumo ezizinzileyo ngokwemeko yendalo nentlalo. Nangona kunjalo, ulawulo lwendalo lusaqhubeka lungumceli mngeni omkhulu kulawulo nolondolozo lobutyebi bendalo kulo mmandla. Ngoko ke, kukho umdla ohlaziyiweyo wenzululwazi nomgaqo-nkqubo ekomelezeni isakhono seenkqubo zolawulo. Le ithisisi ifike ngexesha kuba kukho umnqweno okhulayo kummandla ngabaqulunqi bomgaqo-nkqubo kunye nabasebenzisi bomhlaba ukuphuhlisa iinketho zolawulo eziphakamisa ukuthatha inxaxheba kwabantu abaninzi kunye nentsebenziswano. Ke ngoko, le ithisisi iphonononga izinto eziphembelela isakhono seenkqubo zolawulo lobutyebi bendalo kumazantsi eAfrika, ikakhulu eMachubeni, eMzantsi Afrika (isahluko 3 no 4) nakumahlathi kaRhulumente eZimbabwe (isahluko 5). Ukuphumeza le njongo, kufakwe layo: 1. Ibonakaliswe njani imiceli mngeni yolawulo kulawulo lwendalo phakathi ko-2010 no 2020 kumazantsi eAfrika? 2. Zeziphi injongo zolawulo kunye neempawu ezisetyenzisiweyo ngokwexesha lembali? a. Zeziphi ezona zinto eziqhuba phambili eziphembelele ukusetyenziswa kweenjongo zolawulo kunye neempawu ngokuhamba kwexesha? b. Zeziphi iindlela ezibalulekileyo ezichaphazele ngayo iimeko zamadlelo ekuhambeni kwexesha? 3. Atshintshe njani amakhonkco obudlelwane phakathi kwabathathi-nxaxheba ukusukela oko kutyalo-mali lwangaphandle kulawulo lobume bomhlaba eMachubeni, eMzantsi Afrika? 4. Yiyiphi indima edlalwe sisakhono sokwenza ukhetho kunye nezigqibo malunga nobomi bakho ekusebenzeni ngempumelelo kwamalinge olawulo ngokubambisana kumazantsi e-Afrika? Ukuphendula imibuzo, ndisebenzise isakhelo esisebenzayo sikaBennett kunye noSatterfield ukuqonda iinjongo kunye neempawu zolawulo kunye nesakhelo se-Archer's morphogenetic. Uphononongo lusebenzise iindlela ezixubeneyo ezibandakanya indlela yokuphonononga iincwadi zophando (isahluko 2), uphando lwamakhaya, iirekhodi zembali, udliwano-ndlebe lwembali yobomi, iingxoxo zeqela eligxininisiweyo (isahluko 3 kunye no 4), uhlalutyo lonxibelelwano nobudlelwane boluntu (isahluko 4) kunye nohlalutyo lwedatha ethathwe ngomnye umntu. (isahluko 5). Iziphumo ezivela kuphononongo lweencwadi zophando (isahluko 2) zibonakalisa ukuba uphando ngemiceli mngeni yolawulo alunyukanga ukusukela ngo-2010. Iziphumo zibonisa ukuba imiceli mngeni yolawulo enxulumene nokugcinwa kwemfezeko nokusebenza kwenkqubo, ngokukodwa ukungabikho kolungelelwaniso, uxanduva, izakhono, kunye nezibonelelo zokuchaza ulawulo lwemithombo yendalo olusebenzayo, yayiyeyona ichazwe kwiincwadi. Isahluko sesi-3 sicacisa ukubaluleka kwembali ekuvavanyeni ukusetyenziswa kweenjongo zolawulo kunye nemeko yemihlaba ekwiindawo ezihlwempuzekileyo ngezibonelelo. Iziphumo zibonisa ukuba uchaphazeleko oshiyekileyo we-‘ghost of environmental history’ zisenefuthe kulawulo lwenguquko eMachubeni, eMzantsi Afrika. Ngaphezu koko, imiceli mngeni yangoku inxulunyaniswa nembali. Isahluko sesi-4 sibonisa ukuba iindawo eziguqulayo ziphucula intsebenziswano nokwabelana ngolwazi phakathi kwabasebenzisi bomhlaba, urhulumente nabaphandi. Ekugqibeleni, isahluko sesi-5 sisebenzisa isakhelo se-morphogenetic ukuvavanya indlela isakhono sabantu kunye nemibutho sokwenza ukhetho kunye nezigqibo malunga nobomi babo ibe nefuthe ekusebenzeni kwamanyathelo olawulo ngokubambisana kumazantsi e-Afrika. Iziphumo zibonisa ukuba kwiinzame zokutshintsha ulawulo ukuze lusebenze kangangoko, ingqwalasela engaphezulu kufuneka ibekwe ekwakheni isakhono, somntu neseqela, sokwenza ukhetho kunye nezigqibo malunga nobomi babo. Ngokusekelwe kwiziphumo ezivela kwizahluko zobungqina, uphononongo luchonge imiba emithathu engundoqo ekugxilwe kuzo ezifuna ingqwalaselo ethe kratya ukuze kwakhiwe ulawulo lwemihlaba olusebenzayo kumazantsi e-Afrika. Ngokukodwa: (i) ukuqaphela indima yelifa lembali kunye nomxholo (ii) ukwakha nokuphuhlisa isakhono v sokwenza ukhetho kunye nezigqibo malunga nobomi, isakhono kunye nokuthembana phakathi kwabathathi-nxaxheba kunye (iii) nokuphuhliswa kweendlela ezizinzileyo zenkxaso-mali yendawo eziya kwenza ukuba iinkqubo zolawulo zinike iziphumo ezizinzileyo ngokwentlalo nendalo.
- Description
- Thesis (PhD) -- Faculty of Science, Environmental Science, 2022
- Format
- computer
- Format
- online resource
- Format
- application/pdf
- Format
- 1 online resource (213 pages)
- Format
- Publisher
- Rhodes University
- Publisher
- Faculty of Science, Environmental Science
- Language
- English
- Rights
- Falayi, Menelisi
- Rights
- Use of this resource is governed by the terms and conditions of the Creative Commons "Attribution-NonCommercial-ShareAlike" License (http://creativecommons.org/licenses/by-nc-sa/2.0/)
- Hits: 2807
- Visitors: 2785
- Downloads: 256
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | FALAYI-PHD-TR22-35.pdf | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |