- Title
- Uncwadi lwemveli njengovimba wokukhulisa ulwimi lwesiXhosa
- Creator
- Hela -Gxanyana, Honjiswa Erica
- Subject
- Xhosa literature -- Research Folk literature, Xhosa
- Subject
- Semiotics
- Date Issued
- 2022-12
- Date
- 2022-12
- Type
- Master's theses
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/59304
- Identifier
- vital:62029
- Description
- Umphandi kolu phando uza kugxila ekuphononongeni imiba yolwimi evela kuncwadi lwemveli lwesiXhosa nengqina ukuba olu ncwadi lunguvimba wokukhulisa ulwimi. Uncwadi lwemveli ke luquka iintsomi, iimbali, izibongo, iingoma, izaci namaqhalo, amaqhina, intlalo yakwaNtu ebandakanya iintetho, izifungo, iintsikelelo, iziqhulo, imizobo, izixhobo ezisetyenziswayo nako konke okungqonge intlalo. Apha kolu phando umphandi uza kuqwalasela iintsomi, iimbali, iziqhulo, izaci, amaqhalo nezentlalo yamaXhosa njengovimba wokukhulisa ulwimi lwesiXhosa. Olu ncwadi lunguvimba nomthombo apho amaXhosa angaziphakulela ezidaphela kulwimi oluteketeke kuba xa siqwalasela isixhobo sothiyomagama ezintsomini (onomastics), izibhebhelele zamagama ambaxa akunika umfanekiso ntelekelelo ocace gca wento okanye umntu ekuthethwa ngaye ungakungqina oku. Olu ncwadi lwemveli lwesiXhosa luzibalula ngokwandisa iintetho eziveza iintsingiselo ezahlukileyo zisandisa zikhulisa olu lwimi kude kuyokuthi ga ngokusungulwa kwentethwana ezizizithethantonye ngaloo ndlela lukhule ulwimi lwesiXhosa. Umphandi kolu phando uza kugqoloda kolu ncwadi lwemveli eluveza njengovimba, isisele sokudimbaza ulwimi lwesiXhosa
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of language and Communications, 2022
- Format
- computer
- Format
- online resource
- Format
- application/pdf
- Format
- 1 online resource (149 pages)
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela University
- Publisher
- Faculty of Humanities
- Language
- English
- Rights
- Nelson Mandela University
- Rights
- All Rights Reserved
- Rights
- Open Access
- Hits: 3279
- Visitors: 2979
- Downloads: 672
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | Hela-Gxanyana, H Dec 2022.pdf | 739 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |