- Title
- Ubuchule bencoko yababini nesimbo sokubhala kwincwadi ka A.M. Mmango ethi, "Law' ilahle"
- Creator
- Tose, M. J
- Subject
- Mmango, A. M. -- Criticism and interpretation
- Subject
- Mmango, A. M. Law' ilahle
- Subject
- Xhosa fiction -- History and criticism
- Date Issued
- 2007
- Date
- 2007
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- vital:8467
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/621
- Identifier
- Mmango, A. M. -- Criticism and interpretation
- Identifier
- Mmango, A. M. Law' ilahle
- Identifier
- Xhosa fiction -- History and criticism
- Description
- Olu phando lugxile kakhulu kwincwadi ka-A.M. Mmango ethi, Law’ilahle. Apha sizama ukuveza ukubaluleka kobuchule bokubhala phakathi kwencoko yabantu ababini kubhalo lwemidlalo ngoovulindlela bedrama esiXhoseni. Oku kwenziwa ngokuthi kuphononongwe nzulu isimbo sokubhala. Ezinye izinto esiza kuziveza ziindlela zokuthetha ezithi zizesetyenziswe ngabalinganiswa. Oku kwenziwa ngokuthi kugxeleshwe kakhulu kumagama namaganyana adelelekileyo asetyeniswayo ngabalinganiswa ze kuthi kubuywe kukhangelwe nefuthe laloo magama kulwimi olusulungekileyo lwesiXhosa. Oku kukhokelela ekuphononongeni indlela ekuthi umbhali asebenzise ngayo isigama esivumelekileyo nesigama esithi sisetyenziswe esibangela ukuba umfundi lowo asebenzise ingqondo yakhe ukucinga ukuba kutheni umbhali etshintsha isigama kuloo ncoko ithile ayakhayo. U-A. M. Mmango usizobela asivezele kakuhle zonke izigaba ekufuneka zilandelwe xa sibhala uncwadi lwedrama. Uyaphumelele ke ukuziveza zonke ezi zinto ngenxa yeengxoxo azakhayo phakathi kwabalinganiswa. Ukuba sithelekisa uluncwadi lwedrama yale mihla luye lube nawo umahluko kuncwadi olwalubhalwe kuqala. Kananjalo, lo ka-Mmango usebenzisa uyilo lwengxoxo nocwangciso lwimi olululo ukwenzela ukuba umfundi lowo ofunda incwadi yakhe akwazi ukuwubona umahluko phakathi kwababhali bale mihla nabakudala. Esi simbo sikaMmango sokubhala asiwenzi umdintsi. Oku kuphawuleka ngamandla kwimixholwana esekeleze ululeko olungqongqo.
- Format
- xi, 247 leaves
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- Xhosa
- Rights
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Hits: 5075
- Visitors: 10145
- Downloads: 8244
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCEPDF | 224 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |