Udliwanondlebe noMthobeli waseFortCox
- Authors: Mthobeli waseFortCox , Watkins, Lee William
- Date: 17-02-2014
- Subjects: Oral history Africa , Healers South Africa Interviews
- Language: Xhosa , English
- Type: Oral histories , Sound recordings , Interviews , audio recording
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/458399 , vital:75739 , KHA-004
- Description: Ubalisa ngexesha lakudala ukuba ubuqala uhambe uyosebenza eGoli phambi kokuba uthathe umfazi okanye umntu ebethathathelwa umfazi nenkani kwenziwe lento kuthiwa kukuthwalwa.Uye wasibalisela nangokutshintsha xa ufikelele kwisigaba sobangumfana kufuneka uhambe uyisebenza ukuze uzithegele impahla yokutshintsha abengumfana aphume ebukrwaleleni .Uthi kwixesha langoku nelakudal akukho mbeko ngoku urhulumente uze nenkululeko efike yamosha yonke into. Ubalisa ngexesha lomtshotsho neengoma bebezicula.uye wacula ingoma yomtshotsho ethi (thula dali) uphinde wacula ingoma zobufana apho bebehlala phantsi bafundise ikrwala ingomo igama lengoma ( ntengu macetyana). , Fort Cox 7 February 2014 Interview
- Full Text: false
- Date Issued: 17-02-2014
Udliwano ndlebe nomama uNomachule
- Authors: Ngcutshana, Nomachule , Watkins, Lee William
- Date: 17-01-2014
- Subjects: Oral history Africa , Healers South Africa Interviews
- Language: Xhosa , English
- Type: Oral histories , Sound recordings , Interviews , audio recording
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/456972 , vital:75580 , KHA-001
- Description: Igqirha laswZanyokhwe kuQoboqobo Libalisa ngohambo lwalo lobugqirha kunye nedlela aqaphele ngayo ukuba unobizo lo bugqirha. , Interview with traditional healer Ngcutshana Nomachule, Zanyokwe village, about her spiritual journey.
- Full Text: false
- Date Issued: 17-01-2014
Udliwano ndlebe nomama uNomachule
- Authors: Ngcutshana, Nomachule , Watkins, Lee William
- Date: 17-01-2014
- Subjects: Oral history Africa , Healers South Africa Interviews
- Language: Xhosa , English
- Type: Oral histories , Sound recordings , Interviews , audio recording
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/458381 , vital:75737 , KHA-001
- Description: Igqirha laswZanyokhwe kuQoboqobo Libalisa ngohambo lwalo lobugqirha kunye nedlela aqaphele ngayo ukuba unobizo lo bugqirha. , Interview with traditional healer Ngcutshana Nomachule, Zanyokwe village, about her spiritual journey.
- Full Text: false
- Date Issued: 17-01-2014
Uqeqesho malunga neendlela yokwenza udliwano ndlebe
- Authors: Field workers , Watkins, Lee William
- Date: 17-01-2014
- Subjects: Oral history Africa , Healers South Africa Interviews
- Language: Xhosa , English
- Type: Oral histories , Sound recordings , Interviews , audio recording
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/458386 , vital:75738 , KHA-002
- Description: uDr Lee Watkins wenza uqeqesho malunga neendlela yokwenza udliwano ndlebe kuba ebezakuqala ukusebenza kunye nefield workers zaseNtinga. , Interview workshop of Ntinga Ntaba Kandoda field workers
- Full Text: false
- Date Issued: 17-01-2014