- Title
- Ukuthabatha Inxaxheba Kulawulo Lwemithombo Yamanzi Emzantsi Afrika
- Creator
- Burt, Jane C
- Creator
- du Toit, Derick
- Creator
- Neves, David
- Creator
- Pollard, Sharon
- Creator
- Berold, Robert
- Creator
- Stanford, Mindy
- Subject
- To be catalogued
- Date Issued
- 2006
- Date
- 2006
- Type
- text
- Type
- report
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/437670
- Identifier
- vital:73401
- Identifier
- ISBN 1-77005-505-3
- Identifier
- https://wrcwebsite.azurewebsites.net/wp-content/uploads/mdocs/TT292-06.pdf
- Description
- UmThetho weSizwe waManzi (National Water Act) (1998) uvula indlela yokuba abantu nje abaqhelekileyo bathabathe inxaxheba kuLawulo lwemiThombo yaManzi (Water Resource Management) (WRM). Le ncwadi ixoxa ngokuba ukuthabatha inxaxheba kuthetha ntoni na xa kusenziwa. Uphando lwale ncwadi lwenziwe nga-magcisa angabasebenzi eqela le-WRM phakathi kuka-2003 no-2005. Abaphathi baf-ikelela kwizigqibo zemiba emibini ebalulekileyo: 1. Ukuqonda kwethu “ukuthabatha inxaxheba” kuchaphazela ngqo ukuba siyiphatha njani imithombo yamanzi. Ngoko ke kufuneka sense nzulu ulwazi lwethu kunye namava okuthabatha inxaxheba kwi-WRM. 2. Sifuna ukhokelo olusebenzayo xa sicebela uthabatho nxaxheba lwe-WRM, kodwa olu khokelo kufuneka lube nokuguquka ukwenzela ukuba ubunjani bothabatho nxaxheba lufaneleke kwisimo okanye kumxholo ngamnye.
- Format
- 78 pages
- Format
- Publisher
- Water Research Commission
- Language
- English
- Relation
- Burt, J., du Toit, D., Neves, S., Pollard, S., Berold, R. and Stanford, M. 2006. Ukuthabatha Inxaxheba Kulawulo Lwemithombo Yamanzi Emzantsi Afrika. WRC Report No. TT 292/06. Water Research Commission. Pretoria
- Rights
- Publisher
- Rights
- Use of this resource is governed by the terms and conditions of the Water Research Commission Terms and Conditions of Use Statement (https://www.gov.za/terms-and-conditions-use-0)
- Hits: 165
- Visitors: 175
- Downloads: 12
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | UKUTHABATHA INXAXHEBA kuLAWULO LWEMITHOMBO.pdf | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |