- Title
- Uphononongo lwesimo sabalinganiswa ngokwepragmatiki kwiincwadi ezikhethiweyo zesiXhosa
- Creator
- Msizi, Nontsikelelo Jeanette
- Subject
- Xhosa literature Pragmatics
- Subject
- Characters and characteristics in literature
- Date Issued
- 2017
- Date
- 2017
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10948/19641
- Identifier
- vital:28921
- Description
- Lo msebenzi uza kujonga unxibelelwano oluthi lwenzeke phakathi kwabalinganiswa abakwiincwadi zesixhosa kusetyenziswa ithiyori yonxibelelwano kujongwe ekubonisweni isimo sabalinganiswa ngokwepragmatiki kwincwadi ezimbini zesixhosa, u"Ndixoleleni" ebhalwe ngu W.N Mbovane kwakunye nethi "Buzani kuBawo" ebhalwe ngu W.K Tamsanqa. Kukholeleka ukuba amaxesha amaninzi abantu abathetha ulwimi olunye bayakwazi ukunxibelelana kodwa bangavani ngenxa yokutyeba kwentsingiselo yentetha. Ipragmatiki yona ithi ijonge umgaqo wolwimi kwindlela abathethi bolwimi abaphumeza ngayo iincoko zabo ukuze zibe nentsingiselo efanekileyo neyamkelekileyo kubo. Unxibelelwano ludlala indima ebalulekileyo kwizinto esizenzayo nasekuziphatheni kwethu kuba ubani angaziphatha ngokwendlela axelelwa ngayo okanye ayibone komnye umntu. Ingcangane yonxibelelwano ijonge nendlela ethi umyalezo, namazwi omntu athi aveze intsingiselo xa kuthethwa ngabantu. le ngcingane ikwasebenzisa iimpawu nentsingiselo uykugqithisa umyalezo.
- Format
- vi, 129 leaves
- Format
- Publisher
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Publisher
- Faculty of Arts
- Language
- English
- Rights
- Nelson Mandela Metropolitan University
- Hits: 991
- Visitors: 1036
- Downloads: 102
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | Uphononongo lwesimo sabalinganiswa ngokwepragmatiki kwincwadi ezikhethiweyo zesiXhosa | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |