Iyure ifikile ke ngoku!
- National Union of Mineworkers
- Authors: National Union of Mineworkers
- Date: 1987-09-09
- Subjects: Uncatalogued
- Language: Xhosa
- Type: text , pamphlet
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/105109 , vital:32466
- Description: Eli lixesha lokuba bonke abasebenzi mgodi babe kumgca ongaphambili kweli dabi lomvuzo ophilisayo. Ugwayimbo lufuneka lube kuzo zonke imayini. Kucace okwekat‘emhlophe ehlungwini okokuba iChamber of Mines ayifuni kusihlawula imivuzo yanelisayo nephucukileyo. Isibonisile okokuba eyona nto iphambili kubo yingeniso yohlohlesabo eli xesha thina sihlupheka. Eyona ndlela iyiyo iseleyo yokunyanzelekisa iChamber of Mines lugwayimbo kuyo yonke imigodi yegolide neyamalahle. Ohlohlesabo sebetshilo okokuba nokuba ngaba singagwayimba abana kuyonyusa imivuzo yethu. Sesisazi kwakhona okokuba sebeqalile ohlohlesabo ukuzilungiselela ukuze balutyumze ugwayimbo lethu. , News strike special August 9, 1987
- Full Text:
- Date Issued: 1987-09-09

Abasebenzi bempahla manyanani
- Authors: Labour History Group
- Date: 1983-08
- Subjects: Uncatalogued
- Language: Xhosa
- Type: text , book
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/299946 , vital:57874
- Description: Abantu abamnyama bahlupheka ngakumbi ngokuye kusanda kobungxowankulu emZantsi Afrika. Abamhlophe abaninzi bazuze kobubungxowa nkulu. Abamhlophe babanolawulo kwinkompani zemiGodi; belawula nefaraa ezinkulu kwanamizi Mvaliso ngo- kunjalo. Abasebenzi abamhlophe emigodini ba- sebenzisa uMona ukuzuza ngokuphindwe kalishumi kunabamnyama.Kodwa ayingabobonke abamhlophe ababanelo- thamsanqa. Abanye abamhlophe babehluphekule. Belahlekana nemihlaba yabo ngokungxothwa ngo- nofama abatyebileyo. Baya ezidolophini apho bahlala ngokuhlwempuzeka okukhulu njengabobonke abamnyama. Uninzi 1walamahlwempu amhlophe yayi- ngamaBulu.Lamahlwempu amaBulu ayengafundanga engenayo na- nqeqesho ngezoshishino bafumana kunzima uku- fumana imisebenzi. Babanokwenza umsebenzi aba- ngawuqeqeshelwanga kodwa abaqeshi babewunika abemnyama bona babehlawula phantsi. uRulumente wancedisana neqaqobana lalamahlwempu amhlophe angena ngqeqesho ngokuwafunela umsebenzi kwa- Loliwe.
- Full Text:
- Date Issued: 1983-08

Abasebenzi basedokisini eKapa
- ICU
- Authors: ICU
- Date: 1970
- Subjects: Uncatalogued
- Language: Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/134467 , vital:37162
- Description: Kule ncwadana sibalisa imbali ende yezitifido zaseKapa. Sibalisa ngezidube-dube zestifido noququzelo lwazo kwi ICU. Okulandelayo, sijonga ekukhuleni kwamandla ezitifido xa zaziququzelwa kumbutho we Cape Town Stevedoring ne Dock Workers Union. Emva Kwemfazwe Yesibini Yehlabathi sibona ubuthathaka bomanyano lwabasebenzi basedokisini kwiminyaka emininzi. Okokugqibela, sibalisa ibali labasebenzi bestifido, ukuzimanya kwabo nemibutho yabasebenzi nokukhula kwabo kwakhona ngowe 1970. , here put any information that you think is important but there is no field for it, if there isnt remove the field
- Full Text:
- Date Issued: 1970

- «
- ‹
- 1
- ›
- »